Yibanathi (feat. Dumi Mkokstad)
Vusi Nova
| المدة : 05:07
المؤلف: Vusi Nongxa, Mdumiseni Nzimande
الملحن: Mxolisi Mhlongo, Lebo Morolo
كلمات الأغاني
Messiah Ndigugqe nge dolo Phambhi kwakho nd'yakhala smakade s'yaphela Xolela Ungas'lahli Ngelixesha eli njena El Shaddai Adonai thethelela ndiyakucela Xolela Nom' indlela inameva Ndithembhe wena Nom' iz' vunguvungu zomoya zingafika mna ndithembhe wena Ndithembhe wena Bawo yibanathi Nge lixesha elinje Usixolele izono zethu Bawo yibanathi Nge lixesha elinje Usixolele izono zethu Dumi Mkokstad Xa ukhona Thixo Ne Xebo liknona Xa ukhona Thixo Ne dlela i khona Noma nge Thixo Ungau cishanga lo umlilo Kodwa, yibanathi Bawo yibanathi Nge lixesha elinje Usixolele izono zethu Bawo yibanathi Nge lixesha elinje Usixolele izono zethu Siya kudinga Ooo Yehova Nga phandle kwakho Si ngaenza lutho Xa ukhona Konke kulungile Bawo yibanathi Nge lixesha elinje Usixolele izono zethu
Lebo Morolo, Mdumiseni Nzimande, Mxolisi Mhlongo, Vusi Nongxa
Downtown Music Publishing, O/B/O DistroKid
هذه الأغنية موجودة في 3 الألبومات التالية:
Yibanathi (feat. Dumi Mkokstad)
Vusi Nova
Amakhaya
Mali Soul
Ngumama
Vusi Nova