Sangtekster
Kwahlalwa phantsi (Kwahlalwa phantsi)
Kwahlelwa (Kwahlelwa Khona)
Kwagqitywa (Kwagqitywa khona)
Ngempilo yami (Ngempilo yami)
Kwahlalwa phantsi (Kwahlalwa phantsi)
Kwahlelwa (Kwahlelwa Khona)
Kwagqitywa (Kwagqitywa khona)
Ngempilo yami (Ngempilo yami)
UJeremiya uthi kwagqitywa
Ndaziwa ngingekazalwa ukuba ndiyakuba ngumshumayeli wentlanga
Ndizaba yi artist
No one can change that
Kwagqitywa ngempilo yam
Kwagqitywa ngobomi bam
UYesu wandazi ndingazazi
Ukuza ku Yesu akuyo waist
Ngoba ufike uyazi i Identity yakho
Ungaphazami uba mawube yintoni ebomini
Kwahlalwa phantsi (Kwahlalwa phantsi)
Kwahlelwa ngama zulu (Kwahlelwa Khona)
Kwagqitywa bo (Kwagqitywa khona)
Ngempilo yami (Ngempilo yami)
Kwahlalwa phantsi (Kwahlalwa phantsi)
Kwahlelwa ngamazulu (Kwahlelwa Khona)
Kwagqitywa (Kwagqitywa khona)
Ngempilo yami (Ngempilo yami)
Kwahlalwa phantsi kona (Kwahlalwa phantsi)
Siyabonga Jesu (Kwahlelwa Khona)
Kwagqitywa (Kwagqitywa khona)
Ngempilo zethu (Ngempilo yami)
Siyabonga
Ngentlanganiso
Eyathathwa ezulwini
Kwathiwa masenze umntu ofana nathi
Siyabonga kubawo
Uze segqibile ngathi
Kwahlalwa phantsi (Kwahlalwa phantsi)
Kwahlelwa (Kwahlelwa Khona)
Kwagqitywa (Kwagqitywa khona)
Ngempilo zethu (Ngempilo yami)
Ingelosi zavuma (Kwahlalwa phantsi)
IKherobi zavuma (Kwahlelwa Khona)
Kwagqitywa (Kwagqitywa khona)
Ngempilo zethu (Ngempilo yami)
Kwagqitywa kwagqitywa (Kwagqitywa khona)
Kwathwa uMalibongwe makabekhona (Ngempilo yami)
Kwagqitywa kwathwa uzabakhona (Kwagqitywa khona)
Ngempilo zethu (Ngempilo yami)
Hey kwathwa finally uyeza (Kwagqitywa khona)
Ngoba kwagqitywa (Ngeempilo yami)
(Kwagqitywa khona)
(Ngeempilo yami)
Siyabonga ukhetha izidenge ezifana nathi (Kwagqitywa khona)
(Ngeempilo yami)
Oh Jesus siyabonga ngokusimema
Thank you Lord
Themba Masuku
Sony/ATV Music Publishing LLC