Umoya Wam'
Rebecca Malope
| Length : 04:32
Composer: S. Zako, Rebecca Malope, Vuyo Mokoena
Lyrics
Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha Hlala nayo nkosi Oh iyakusiza Kuzo zonke inkinga Ohlangabezana nazo Mina ngiyazi Yebo mina ngiyazi Sekuze kwalapha kunguye uholi wamm Khuseleko lwami luse zandleni zakho Hlala kunye nami kuzo zonk'indawo Noba ngiphi Ewe noba ngiphi Ngaso sonk'iskhathi ohlala ndikuthandaza Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha Eh moya wami kunomsindisi Abukho ubunzima Ongeke ubufeze Ekuhambeni nasekuphumleni Uyinkosi yamakhosi Ilizwe malimdumise Kothi kofik'ixesha Ixesha lokuza khwakhe Ndobe ngilindile nesibane sami Ngoba ukholo lwam lobe lufezekile Ngayo yelo mini yokufika kwakhe Moya wam (moya wam moya wam bolalel'uJesu qha) Moya wam (moya wam moya wam bolalel'uJesu qha) Moya wam (moya wam moya wam bolalel'uJesu qha) Moya wam (moya wam moya wam bolalel'uJesu qha) Moya wam (moya wam moya wam bolalel'uJesu qha) Moya wam (moya wam moya wam bolalel'uJesu qha) Moya wam (moya wam moya wam bolalel'uJesu qha) Moya wam (moya wam moya wam bolalel'uJesu qha) Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha
KHANYILE, MALOPE, MOKOENA, R Malope, S Khanyile, Vuyo Mokoena
Sony/ATV Music Publishing LLC, Universal Music Publishing Group
This track is on the 2 following albums:
Legends
Rebecca Malope
The African Queen of Gospel
Rebecca Malope